Zum Hauptinhalt springen
Nicht aus der Schweiz? Besuchen Sie lehmanns.de
IiDanaso, IiDayimani neDemokhrasi - Francis Wilson

IiDanaso, IiDayimani neDemokhrasi

(Autor)

Buch | Softcover
144 Seiten
2017
Umuzi (Verlag)
978-1-4152-0087-2 (ISBN)
Preis auf Anfrage
  • Titel ist leider vergriffen;
    keine Neuauflage
  • Artikel merken
Iasteroid ebukhulu bulingana neNtaba yeTafi le yawela kwindawo ekunamhlanje nje ebizwa ngokuba nguMzantsi Afrika kwiminyaka eziibhiliyoni ezimbini eyadlulayo, yaza ngoko ke yaphawula le ndawo. Ukusuka ngoko imbali yeli lizwe yomelela kwaye yanobungangamsha obungaphaya. Le incwadi ikusa ngqo kuloo mzuzu, kanye ekuqalekeni kwezo ngqaqa zegolide, ukuza kuthi ga ekuqalekeni kwedemokrasi, into apha eyamangalisa ihlabathi jikelele. Xa uphendla le ncwadi uza kuhlangana nezinye zeedayinaso zakudaladala ezarekhodishwayo, uza kuhlangana nabantu bokuqala ngqa kwiplanethi iphela, kwakunye neenkcubeko zokuqala ngqa apha ehlabathini. Uza kubona abangeneleli bengena kweli lizwekazi kwakunye nefuthe labo ekuguqukeni kwembali yeli: abazingeli nabaqokeleli, abalimi nabafuyi, abasebenzi besinyithi abasuka emantla, kwakunye neembacu nabafudukeli abasuka eYurophu naseAsia.
Bonke aba bantu babesilwa kodwa balumilisela noxolo, bahlangana nedayimane kunye negolide bengalindele, baqaqamba ekwenzeni izinto-yinto baza batshona dzwabha phantsi kwengcinezelo, de ngenye imini bafola bebonke ngokulinganayo ukuze benyule urhulumente oza kubafaka kule nkulungwane yeminyaka yamashumi amabini ananye njengesizwe sedemokrasi. Eli libali eliqaqanjiswe ziidayinaso, iidayimane kunye nedemokrasi.

UFrancis Wilson, yiprofesa esele isidla umhlala-phantsi kwiDyunivesiti yaseKapa, nofundise kwicandelo leSikolo soShishino noRhwebo iminyaka engama-40. Ubhale kakhulu ngomba wezoshishino norhwebo kwipolitiki, waza wangomnye wabaseki beCandelo lezaBasebenzi eMzantsi Afrika kunye noPhando loPhuhliso kwaye ube ngumlawuli weSecond Carnegie Inquiry into Poverty and Development. Kananjalo ube nguSihlalo weBhunga leDyunivesithi yaseFort Hare waza wangusihlalo weBhunga le-National Water Advisory. USindiwe Magona, ngumbhali, yimbongi, ngunobalisa, ngumdlali weqonga ekwasisithethi esikhuthaza uluntu. Ngumbhali weenoveli eziquka uBeauty's Gift, The Best Meal Ever! kunye noChasing the Tails of My Father's Cattle. Ubhale wapapasha iiothobhayografi ezimbini kwakunye nentlaninge yeencwadi zabantwana. Unesidanga seemasta kwezentlalo nawasifumana kwiDyunivesithi yaseColumbia, eNew York, kwaye kungoku nje ungumhlali eKapa.contribution to South African Literature. In 2011 she was given the Order of iKhamanga, a presidential award and the highest such award in South Africa, and in 2012 she was joint winner with Nadine Gordimer of the Imbokodo Award.

Erscheinungsdatum
Sprache Xhosa
Themenwelt Geisteswissenschaften Geschichte Allgemeine Geschichte
Geisteswissenschaften Geschichte Regional- / Ländergeschichte
Sozialwissenschaften Politik / Verwaltung
ISBN-10 1-4152-0087-4 / 1415200874
ISBN-13 978-1-4152-0087-2 / 9781415200872
Zustand Neuware
Informationen gemäß Produktsicherheitsverordnung (GPSR)
Haben Sie eine Frage zum Produkt?
Mehr entdecken
aus dem Bereich
eine kurze Geschichte der Menschheit

von Yuval Noah Harari

Buch | Softcover (2024)
Penguin (Verlag)
CHF 18,20
eine Reise um die Welt zu außergewöhnlichen Persönlichkeiten, …

von Richard Hemmer; Daniel Meßner

Buch | Softcover (2023)
Piper (Verlag)
CHF 25,20
Eine wahre Geschichte von Schiffbruch, Mord und Meuterei

von David Grann

Buch | Hardcover (2024)
C.Bertelsmann (Verlag)
CHF 34,95